Inguqulelo ka trot in isiXhosa

trot

-nkcunkca

Ubizo-magama /trot/

isenzitrotted, trotting

  • 1

    -nkcunkca
    Trot around the sports-field twice Nkcunkca ujikeleze ibala lemidlalo kabini
  • 2

    (horses)
    -qhuqha
    The horse trotted along the road Ihashe laqhuqha endleleni