Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika trouble in isiXhosa

: trouble1trouble2

trouble1

-hlupha

isenzitroubled, troubling

  • 1

    -hlupha
    -khathaza
    → Synonym of worry

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika trouble in isiXhosa

: trouble1trouble2

trouble2

inkathazo

Ubizo-magama /trub-uhl/

isibizoPlural troubles

  • 1

    inkathazo
    ingxaki
    My car is giving me trouble Imoto yam indenzela ingxaki
    The dog causes trouble Le nja inenkathazo
  • 2

    inkathazo
    ingxaki
    He told me about his troubles Wandixelela ngeenkathazo zakhe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika trouble in isiXhosa

: trouble1trouble2

trouble

-khathaza

Ubizo-magama /trub-uhl/

isenzitroubled, troubling

  • 1

    -khathaza
    The child's slow progress troubles his mother Inkqubela yomntwana ecothayo iyamkhathaza umama wakhe
  • 2

    -phazamisa
    I'm busy. Please don't trouble me now Ndixakekile. Musa ukundiphazamisa ngoku