Inguqulelo ka try in isiXhosa

try

-zama

isenzitried, trying

  • 1

    -zama
    -linga
    I am trying to answer the question Ndizama ukuphendula umbuzo
    Try harder! Zama ngamandla!
  • 2

    -linga
    -vavanya
    Try this new toothpaste Khawulinge le ntlama yamazinyo intsha
  • 3

    (in a court of law)
    -vavanya
    The prisoner is being tried for murder Ibanjwa livavanyelwa ukubulala