Inguqulelo ka tube in isiXhosa

tube

ityhubhu

Ubizo-magama /tyoob/

isibizoPlural tubes

  • 1

    ityhubhu
    ithumbu
    umbhobho
    A hose pipe is a long tube Umbhobho wokunkcenkceshela yityhubhu ende
  • 2

    ityhubhu
    Squeeze the tube of toothpaste Cudisa ityhubhu yentlama yamazinyo