Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika type in isiXhosa

: type1type2

type1

udidi

Ubizo-magama /tipe/

isibizoPlural types

  • 1

    udidi
    uhlobo
    A duck is a type of bird Idada luhlobo lwentaka
    → Synonym of kind
    I'm not an athletic type of person Andimntu uluhlobo lokuba yimbaleki

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika type in isiXhosa

: type1type2

type2

-chwetheza

Ubizo-magama /tipe/

isenzityped, typing

  • 1

    -chwetheza
    -tayipa ngokungekho sikweni
    How fast can you type this document? Ungakhawulezisa kangakanani ukuchwetheza olu xwebhu?