Inguqulelo ka uncomfortable in isiXhosa

uncomfortable

-ngonwabisi(yo)

Ubizo-magama /un-kumf-tuh-buhl/

isiphawulimore uncomfortable, most uncomfortable

  • 1

    -ngonwabisi(yo)
    -nganelisi(yo)
    -ngakholisi(yo)
    My shoes are tight and uncomfortable Izihlangu zam ziyandibamba kwaye azindonwabisi