Inguqulelo ka understand in isiXhosa

understand

-qonda

Ubizo-magama /un-duh-stand/

isenziunderstood, understanding

  • 1

    -qonda
    -va
    Do you understand the question? Uyawuqonda umbuzo?
    → Antonym of misunderstand
  • 2

    -qonda
    -va
    Do you understand isiXhosa? Uyasiva isiXhosa?
  • 3

    -azi
    -qonda
    Judy and I understand one another Mna noJudy siyaqondana
    She understands small children Uyabaqonda abantwana abancinane