Inguqulelo ka upset in isiXhosa

upset

-khathaza

Ubizo-magama /up-set/

isenziupset, upsetting

  • 1

    -khathaza
    -phazamisa
    -caphukisa
    He shouted and upset the children Wathethela phezulu waza wabakhathaza abantwana
  • 2

    -wisa
    I upset a glass of milk Ndawisa iglasi yobisi

Inguqulelo ka upset in isiXhosa

upset

-caphukile(yo)

Ubizo-magama /up-set/

isiphawuli

  • 1

    -caphukile(yo)
    She's upset because her friends left her Ucaphukile kuba abahlobo bakhe bamshiyile

Inguqulelo ka upset in isiXhosa

upset

-caphukile(yo)

Ubizo-magama /up-set/

isiphawuli

  • 1

    -caphukile(yo)
    She's upset because her friends left her Ucaphukile kuba abahlobo bakhe bamshiyile