Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika urge in isiXhosa

: urge1urge2

urge1

-khuthaza

Ubizo-magama /urj/

isenziurged, urging

  • 1

    -khuthaza
    -qhuba
    -thundeza
    I urged him to hurry up Ndamkhuthaza ukuba akhawuleze

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika urge in isiXhosa

: urge1urge2

urge2

ulangazelelo

Ubizo-magama /urj/

isibizoPlural urges

  • 1

    ulangazelelo
    ukutshiseka
    I had a sudden urge to laugh in church Bendinolangazelelo olusisiquphe lokuhleka ecaweni