Inguqulelo ka valuable in isiXhosa

valuable

-nexabiso

Ubizo-magama /val-yoo-buhl/

isiphawulimore valuable, most valuable

  • 1

    -nexabiso
    -xabisekile(yo)
    This is valuable jewellery worth over a million rand Le yijuwelari enexabiso, exabisa ngaphezu kwemiliyoni yeeranti
  • 2

    -luncedo
    She gave me valuable advice Undinike icebiso eliluncedo