Inguqulelo ka vapour in isiXhosa

vapour

umphunga

Ubizo-magama /vay-puh/

isibizo

ikhemistri

  • 1

    umphunga
    isitim ngokungekho sikweni
    Vapour from a boiling kettle rises into the air Umphunga osuka eketileni ebilayo unyukela emoyeni
    • a gas formed from a substance that is usually solid or liquid
    • igesi eyenziwa ngento edla ngokuba sisiqina okanye ulwelo