Inguqulelo ka vertebrate in isiXhosa

vertebrate

isidalwa esinomqolo

Ubizo-magama /vur-ti-bruht/

isibizoPlural vertebrates

inzululwazi ngezilo

  • 1

    isidalwa esinomqolo
    Fish, birds and mammals are all vertebrates, but snails are invertebrates Iintlanzi, iintaka, nezilwanyana ezanyisayo zizidalwa ezinomqolo, kodwa iinkumba zizidalwa ezingenamqolo
    → Compare invertebrate
    • a creature that has a backbone
    • isilwanyana esinomqolo