Inguqulelo ka vessel in isiXhosa

vessel

inqanawa

Ubizo-magama /vess-uhl/

isibizoPlural vessels

  • 1

    inqanawa
    isikhephe
    Several vessels sailed into the harbour Kungene iinqanawa ezininzi ezibukweni leenqanawa
    → Synonym of boat, ship
  • 2

    isitya
    isikhongozelo
    What vessel should I use for the water, a bucket or cup? Sesiphi isikhongozelo endifanele ukusisebenzisela amanzi, ibhakethi okanye ikomityi?
    → Synonym of container
  • 3

    Blood travels around the body in blood vessels Igazi lijikeleza emzimbeni ngemithambo yegazi