Inguqulelo ka vibrate in isiXhosa

vibrate

-ngcangcazela

Ubizo-magama /vy-brayt/

isenzivibrated, vibrating

  • 1

    -ngcangcazela
    You can feel the car vibrating when the engine starts to run Ungayiva imoto ingcangcazela xa i-injini yemoto iqala ukuhamba