Inguqulelo ka vice in isiXhosa

vice

ivayisi

vices

  • 1

    itheknoloji
    ivayisi
    isixhobo sokubamba nkqi
    Use a vice to hold the wood firmly Sebenzisa ivayisi ukubamba iplanga lithi nkqi
  • 2

    isiqhelo esibi
    umkhuba
    serious vices such as theft and murder imikhuba emibi enjengobusela nokubulala