Inguqulelo ka violent in isiXhosa

violent

-bi

Ubizo-magama /vy-uh-luhnt/

isiphawulimore violent, most violent

  • 1

    -bi
    -nobudlova
    His violent attack left two people dead and one injured Uhlaselo olubi lwakhe lushiye abantu ababini befile omnye enzakele
  • 2

    -bi
    -khulu
    -nengozi
    -onakalisa(yo)
    A violent storm damaged the crops Isitshingitshane esinengozi sonakalise izilimo