Inguqulelo ka vocabulary in isiXhosa

vocabulary

isigama

Ubizo-magama /voh-kab-yuu-luh-ree/

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isigama
    You can increase your vocabulary by reading Unakho ukusandisa isigama sakho ngokufunda
  • 2

    isigama
    Is "tsotsi" part of the Xhosa vocabulary? Ngaba u"tsotsi" yinxalenye yesigama sesiXhosa?
    • all the words in a language
    • onke amagama kulwimi