Inguqulelo ka vowel in isiXhosa

vowel

isikhamiso

Ubizo-magama /vow-uhl/

isibizoPlural vowels

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isikhamiso
    There are five vowels in isiXhosa: a, e, i, o and u Zihlanu izikhamiso esiXhoseni, a, e, i, o, u
    → Compare consonant
    • a letter of the alphabet that represents a sound made without blocking airflow through the mouth
    • ileta yealfabethi emele isandi ngaphandle kokuthintela ukuphuma komsinga womoya emlonyeni