Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika warm in isiXhosa

: warm1warm2

warm1

-fudumele(yo)

Ubizo-magama /wawm/

isiphawuliwarmer, warmest

  • 1

    -fudumele(yo)
    -shushwana
    Is the water in the jug warm or hot? Ngaba amanzi asejagini afudumele okanye ashushu?
  • 2

    (friendly)
    -nobubele
    Sally has a warm personality USally unobubele

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika warm in isiXhosa

: warm1warm2

warm2

-fudumeza

Ubizo-magama /wawm/

isenziwarmed, warming

  • 1

    -fudumeza
    -yenza shushwana
    Please warm the milk Nceda ufudumeze ubisi