Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika watch in isiXhosa

: watch1watch2

watch1

-bukela

Ubizo-magama /wotch/

isenziwatched, watching

  • 1

    -bukela
    -jonga
    Let's watch a film Masibukele umfanekiso-bhanyabhanya
    Watch this experiment carefully Jonga lo mboniso ngenyameko

Usetyenziso

When you 'watch' something, you look at it for some time, and you pay attention to it. Compare this with 'see'.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika watch in isiXhosa

: watch1watch2

watch2

iwotshi

Ubizo-magama /wotch/

isibizoPlural watches

  • 1

    iwotshi
    Are you wearing a watch? Ngaba unxibe iwotshi?