Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika wave in isiXhosa

: wave1wave2

wave1

iliza

Ubizo-magama /wayv/

isibizoPlural waves

  • 1

    iliza
    I sat on the beach and watched the waves Ndahlala elunxwemeni lolwandle ndabukela amaza
  • 2

    ifiziksi
    iliza
    a sound wave iliza lesandi
    a light wave iliza lombane
    • the wave-like movement by which heat, light, sound, electricity, etc. travel
    • intshukumo efana namaza obuthi ubushushu, isandi, umbane, njl. zihambe ngayo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika wave in isiXhosa

: wave1wave2

wave2

-bhabhayisa

Ubizo-magama /wayv/

isenziwaved, waving

  • 1

    -bhabhayisa
    -wangawangisa
    Thuli waved at us from the train UThuli wasibhabhayisa esetreyinini
  • 2

    -hebuka
    Trees wave in the wind Imithi ihebuka emoyeni