Inguqulelo ka way in isiXhosa

way

indlela

Ubizo-magama /way/

isibizoPlural ways

  • 1

    indlela
    This is the way to the station Nantsi indlela eya esitishini
  • 2

    indlela
    This is the way I braid hair Nantsi indlela endiluka ngayo iinwele
  • 3

    umgama
    indlela
    It's a long way from Cape Town to Harare Ngumgama omde ukusuka eKapa ukuya eHarare
    → Synonym of distance
  • 4

    icala
    Look this way Jonga kweli cala