Inguqulelo ka we in isiXhosa

we

si-

Ubizo-magama /wee/

isimelabizo

  • 1

    si-
    We will come now, all of us Siza kuza ngoku, sonke
  • 2

    thina
    Yes, we will do it Ewe, thina siza kuyenza
    The men don't want milk, but we want milk Amadoda awalufuni ubisi, kodwa thina siyalufuna ubisi

Usetyenziso

'We' is usually expressed by the subject concord (SC) 'si-' in isiXhosa. The absolute pronoun 'thina' is also used, especially to show contrast or emphasis.