Inguqulelo ka wedge in isiXhosa

wedge

-nyhala

Ubizo-magama /wedj/

isenziwedged, wedging

  • 1

    -nyhala
    -qhusheka
    The diary was wedged between other books Idayari yayiqhushekwe phakathi kwezinye iincwadi

isibizo

  • 1

    iverhe
    Put a wedge under the door to keep it open Faka iverhe phantsi kocango ukuze lingavaleki