Inguqulelo ka weed in isiXhosa

weed

ukhula

Ubizo-magama /weed/

isibizoPlural weeds

  • 1

    ukhula
    Weeds prevent other plants from growing well Ukhula luthintela ezinye izityalo zingakhuli kakuhle

isenzi

  • 1

    -hlakula
    He's weeding the mealie-field. (He's removing the weeds) Uhlakula intsimi yombona. (Uncothula ukhula.)