Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika white in isiXhosa

: white1white2

white1

-mhlophe

Ubizo-magama /wite/

isiphawuliwhiter, whitest

  • 1

    -mhlophe
    Use white paper Sebenzisa iphepha elimhlophe
  • 2

    -mhlophe
    Black people and white people came Abantu abamnyama nabamhlophe beza
  • 3

    -mpatshampatsha
    Melissa turned white with fear UMelissa wajika wampatshampatsha kukoyika

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika white in isiXhosa

: white1white2

white2

umbala omhlophe

Ubizo-magama /wite/

isibizo

  • 1

    umbala omhlophe