Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika whole in isiXhosa

: whole1whole2

whole1

-onke

Ubizo-magama /hohl/

isiphawuli

  • 1

    -onke
    We ate the whole cake Sitye ikeyiki yonke
    She cried the whole night Walila ubusuku bonke

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika whole in isiXhosa

: whole1whole2

whole2

into pheleleyo

Ubizo-magama /hohl/

isibizoPlural wholes

  • 1

    into pheleleyo
    Two halves make a whole Iziqingatha ezibini zenza into epheleleyo