Inguqulelo ka whose in isiXhosa

whose

-kabani?

Ubizo-magama /hooz/

iceba & isimnini

  • 1

    -kabani?
    Whose cat is this? Yekabani le kati?
    Whose shoes are those? Zezikabani ezi zihlangu?
    Whose honey is this? Bubusi bukabani obu?
  • 2

    The boy whose shoes I borrowed has gone Inkwenkwe endiboleke izihlangu zayo imkile
    The man whose horse I bought is here Indoda endithenge ihashe layo ilapha

Usetyenziso

Don't confuse 'whose' with 'who's'.