Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika wish in isiXhosa

: wish1wish2

wish1

-nqwenela

Ubizo-magama /wish/

isenziwished, wishing

  • 1

    -nqwenela
    -nqwena
    I wish we could go to the beach Ndinqwenela ukuba siye elwandle
  • 2

    -nqwenelela
    She wished me good luck Wandinqwenelela impumelelo
  • 3ngokusesikweni

    -nqwenela
    -funa
    Do you wish to see the manager, Sir? Ingaba unqwenela ukubona umanejala, Mhlekazi?
    → Synonym of want

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika wish in isiXhosa

: wish1wish2

wish2

umnqweno

Ubizo-magama /wish/

isibizoPlural wishes

  • 1

    umnqweno
    Please respect her wishes Nceda uhloniphe iminqweno yakhe
  • 2

    umnqweno
    Sarah sends you good wishes USara ukuthumelela iminqweno emihle