Inguqulelo ka witch in isiXhosa

witch

igqwirhakazi

Ubizo-magama /witsh/

isibizoPlural witches

  • 1

    igqwirhakazi
    Some people believe that witches have magic power Abanye abantu bakholelwa ukuba amagqwirhakazi anamandla obugqi