Inguqulelo ka with in isiXhosa

with

na-+

Ubizo-magama /with/

preposition

  • 1

    na-+
    I went with Daniel Ndahamba noDaniyeli
  • 2

    na-+
    a girl with long hair intombazana eneenwele ezinde
    a man with a suitcase indoda enesuthkheyisi
  • 3

    nga+
    Cut the apple with a knife Sika iapile ngemela
    Fill the bottle with water Zalisa ibhotile ngamanzi
  • 4

    ngenxa ya-
    She is weak with hunger Ubuthathaka ngenxa yendlala