Inguqulelo ka withdraw in isiXhosa

withdraw

-khupha

Ubizo-magama /with-draw/

isenziwithdrew, withdrawing, withdrawn

  • 1

    ufundo ngezoqoqosho
    -khupha
    I withdrew R500 from my bank account Ndakhupha ama-R500 kwiakhawunti yam yebhanki
  • 2

    -rhoxa
    He hurt his leg and had to withdraw from the race Wenzakala emlenzeni, kwafuneka arhoxe elugqatsweni