Inguqulelo ka wood in isiXhosa

wood

iplanga

Ubizo-magama /wuud/

isibizo

  • 1

    iplanga
    iinkuni
    umthi
    This table is made of wood Le tafile yenziwe ngeplanga
  • 2

    iinkuni
    We need wood for the fire Sifuna iinkuni zokubasa umlilo