Inguqulelo ka wool in isiXhosa

wool

uboya

Ubizo-magama /wuul/

isibizo

  • 1

    uboya
    iwulu
    Sheep are covered in thick, soft wool Iigusha zinoboya obufukufuku, obuthambileyo
    This jersey is made of wool Le jezi yenziwe ngewulu

Usetyenziso

'Uboya' is used mainly for the wool of a sheep before it has been processed. For its products, 'iwulu' is the word usually used.