Inguqulelo ka world in isiXhosa

world

ihlabathi

Ubizo-magama /wurld/

isibizo

  • 1

    ihlabathi
    umhlaba
    Do you have a map of the world? Unayo imephu yehlabathi?
    She has travelled all over the world Ulihambe lonke ihlabathi
  • 2

    inkalo
    He's famous in the world of science Uyindumasi kwinkalo yezenzululwazi