Inguqulelo ka worm in isiXhosa

worm

umsundululu

Ubizo-magama /wurm/

isibizoPlural worms

  • 1

    (earthworm)
    umsundululu
    Worms help to keep soil fertile Imisundululu igcina umhlaba utyebile
  • 2

    (intestinal worm)
    intshulube
    medicine to get rid of worms in children iyeza lokubulala iintshulube ebantwaneni