Inguqulelo ka worry in isiXhosa

worry

-xhalaba

isenziworried, worrying

  • 1

    -xhalaba
    -hlupheka
    -khathazeka
    Don't worry! We'll be fine Musa ukuxhalaba! Siza kulunga
  • 2

    -hlupha
    -khathaza
    -xhalabisa
    -enza ixhala
    His drinking worries us Ukusela kwakhe kuyasihlupha

isibizo

  • 1

    inkathazo
    He has a lot of worries Uneenkathazo ezininzi