Inguqulelo ka writing in isiXhosa

writing

ukubhala

Ubizo-magama /rite-ing/

isibizo

  • 1

    (handwriting)
    ukubhala
    umbhalo
    indlela yokubhala
    isandla
    neat writing ukubhala okucacileyo
    untidy writing ukubhala okurhiphilili
  • 2

    imbalo
    Most of Lulama's writing is about animals Ubuninzi beembalo zikaLulama bungezilwanyana