Inguqulelo ka -ahlukana ingesiNgesi:

-ahlukana

separate from each other

isenzi + isenzana

  • 1

    separate from each other
    disperse
    part
    Sahlukana ngecala emva kwentsimbi yesibhozo We dispersed at half past eight
    Bahlukana bevumelene ngayo yonke into They parted ways, having agreed about everything
  • 2

    leave alone
    Uze wahlukane nam, uvile? Leave me alone, did you hear?

Usetyenziso

This verb is usually followed by 'na-' or 'nga-'.