Inguqulelo ka -ahlula ingesiNgesi:

-ahlula

divide into

isenzi

  • 1

    divide into
    separate
    Yahlula iklasi yakho ibe ngamaqela amabini Divide your class into two groups
  • 2

    distinguish
    Ahlula phakathi kolwazi jikelele noluthile Distinguish between general and specific knowledge
  • 3

    differentiate
    Bafunda ukwahlula phakathi kwemifanekiso namagama They learn to differentiate between pictures and words
  • 4

    izibalo
    divide
    Kuphuma siphumo sini xa kwahlulwe ama-36 ngesi-6? What is 36 divided by 6?