Inguqulelo ka -akha ingesiNgesi:

-akha

build

isenzi

  • 1

    build
    construct
    Bakha eli holo likhulu lesikolo They built this big school hall
  • 2

    create
    construct
    form
    Wakha imibuzo ukufumana ulwazi He formed questions to get the information