Inguqulelo ka -akhiwa ingesiNgesi:

-akhiwa

be built

isenzi + isenziwa

  • 1

    be built
    be constructed
    Elunxwemeni kwakhiwa iihotele Hotels were built at the shore
  • 2

    be formed
    be created
    be constructed
    Kwakhiwa amagama kusetyenziswa izandi ezifundiweyo Words are formed using sounds that are learnt