Inguqulelo ka -akuba ingesiNgesi:

-akuba

when

intsiza-senzi

  • 1

    (indicating that something has happened)
    when
    do then
    Yakuba ifikile ikumkani kuMpangele ithe, "Ndize kukubulisa" When the king reached Mpangele, he said "I came to greet you"