Inguqulelo ka -ala ingesiNgesi:

-ala

refuse

isenzi

  • 1

    refuse
    Uyala ukuya kulala He is refusing to go to sleep
  • 2

    reject
    Ngoku wala intombi efanele umgangatho wakho Now you reject a girl who is of your standard
  • 3

    object
    Ukuba uyala ndiza kumfaka emthethweni If he objects, I will take legal action