Inguqulelo ka -alatha ingesiNgesi:

-alatha

point

isenzi

  • 1

    point
    Amadoda alatha ezimpahleni zawo Men point at their clothes
  • 2

    demonstrate
    show
    Izenzi ngamagama alatha izenzo Verbs are words that show actions
  • 3

    mean
    indicate
    Loo nto yalatha ukuba usakuhlonele That means that he still respects you