Inguqulelo ka -amkela ingesiNgesi:

-amkela

receive

isenzi

  • 1

    receive
    welcome
    Namkelekile nonke You're all welcome
    Wamkelekile, Ncebakazi! You're welcome, Ncebakazi!
    Abantwana bethu babevuya ukwamkela inkosana yabo Our children were happy to welcome their prince
  • 2

    accept
    Yamkela iimpendulo zabafundi Accept the learners' answers
  • 3

    earn
    Wamkela malini ngenyanga kulo msebenzi? How much do you earn per month in this job?