Inguqulelo ka -andisa ingesiNgesi:

-andisa

cause to increase

isenzi + isenzisa

  • 1

    cause to increase
    Abafundi bangaphulaphula ukwandisa ulwazi lwabo
  • 2

    enlarge
    magnify
    Sebenzisa ipantografu ukwandisa imifanekiso Use the pantograph to enlarge the pictures
  • 3

    further
    extend
    Ungaya phi ukuba ufuna ukwandisa imfundo yakho? Where can you go if you want to further your education?
  • 4

    reproduce
    Amadada andisa ngokuzala amaqanda Ducks reproduce by laying eggs