Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -anga in isiXhosa

: -anga1-anga2

-anga1

may

intsiza-senzi

  • 1

    (expressing a hope or a wish)
    may
    Yanga ingakusikelela iNkosi May the Lord bless you

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -anga in isiXhosa

: -anga1-anga2

-anga2

hug

isenzi

  • 1

    hug
    Wasondela kuHlengiwe wamanga He came closer to Hlengiwe and hugged her
  • 2

    kiss
    Ndamanga uZanele I kissed Zanele