Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -ba in isiXhosa

: -ba1-ba2

-ba1

be

intsiza-senzi

  • 1

    be
    Wemka apho engakhanga waba uxelele mntu He left there without telling anyone
    Uya kuba undincedile xa unokundisa edolophini You will have been of great help to me if you could take me to town

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -ba in isiXhosa

: -ba1-ba2

-ba2

steal

isenzi

  • 1

    steal
    Weba isipaji sam sokugcina izinto zokubhala He stole my pencil case