Inguqulelo ka -bamba ingesiNgesi:

-bamba

catch

isenzi

  • 1

    catch
    Kati! Kati! Bamba impuku Cat! Cat! Catch the mouse
  • 2

    catch
    arrest
    capture
    Ipolisa libambe isela The policeman caught the thief
  • 3

    hold
    take
    Khawubambe incwadi, Mfundisi, uyifunde Please hold the book, Pastor, and read it
  • 4

    keep
    hold
    Zama ukubamba umdla wabafundi Try to keep the learners' interest
  • 5

    memorise
    hold (in the mind)
    Abafundi babambe imiyalelo The learners memorised the instructions
  • 6

    touch
    Wabamba isandla sam He touched my hand
  • 7

    (transport)
    catch
    Wayeza kubamba inqwelo-moya yentsimbi yesixhenxe He was going to catch the seven o' clock plane